URudy Giuliani uthetha ngemicrophone

Ukuthetha kuxa ulwazi luhanjiswa ngolo hlobo luhanjiswa ngalo lusuka kulowo uluthethayo lusiya kulowo kubhekiswa kuye. Zininzi ke intlobo ezahlukeneyo ezinokusetyenziswa ukuhambisa ulwazi.  

Ukuthetha kungayintetho elungileyo ethethwayo (igama) okanye ibeyintetho engathethwayo (uncumo). Zininzi iindlela zokuthetha, kwaye kwenzeka ngalo lonke ixesha. Akubantu kuphela abathethayo, ezinye izilwanyana ezininzi ziyathetha nazo. Okunye ukuthetha kuyazenzekela nje kungakhange kucingwe, nje ngaxa umntu entshintsha indlela ame ngayo.  

Enye indlela yokuthetha izama ukutshintsha indlela acinga ngayo umntu. Eyona meko yakha yanzula kulo mkhwa kukulukuhla abantu. 

Nantsi nto efana nokuthetha eyenziwa ngentetho.  

Kusebenza njani ukuthetha?

Ukuthetha kusebenza ngokwenza ingxoxo ukutshintshiselana ngolwazi okanye ngemiyalezo. Xa sikuchaza ngokubanzi ukuthetha   

  1. Isithethi nesithi ngumthumeli myalezo sithumela umyalezo, osuka kumbono wakhe. yile nto ke ibizwa ngokuba yiencoding
  2. Umthumeli walo myalezo ke uwuthumela umyalezo wakhe ngendlela ethile. 
  3. aze athi ke lowo uthunyelelweyo nongumamkeli walo myalezo awamalezo lowo awuhle amahlongwane phezulu okanye awunambithe.  

ngaphandle nje komongo womyalezo, zikho ezinye izinto ezibalulekileyo. Ezi zinto aziyonxalenye yomyalezo zona ngokwazo, kodwa ziyiloo meko ekuthethethelwa phezu kwayo.  

Ukuze loo myalezo kutshintshiselwana ngawo ubenempumelelo,  umthumeli wawo kunye nalowo kuthunyelwa kuye, umamkeli walo myalezo ngamanye amazwi, kufuneka bavumelane ngamagama amakasetyenziswe kulo myalezo. Igama elithi hedge lingathetha into eyahluke kwaphela kwezinye iimeko elisetyenziswa kuzo eli gama, ngokwezi meko zahlukeneyo.  KwiBayoloji, ihedge ngumgca weeshrubs okanye wemithi yokubiya.  Ngokwezezimali, igama elithi hedge kukulondoloza nokugcina kuvimba okwenzelwe ukunciphisa umngcipheko wenye wolunye ugcino.  nkokwakwaIn linguistics igama elithi hedge ligama okanye ingqokolela yamagama eyenza okokuba amanye amagama angabinakubaluleka kangako. Ngaphandle kolwazi olongezelelweyo kunzima ukwazi okokuba liliphi igama elithi hedge elithethwa ngumthumeli womyalezo. 

Amaphepha azalana nala